>  Books  >   School  >   School Textbooks & Study Guides  >  IsiXhosa Ngumdiliya : Ibanga 8 : Incwadi Yokufunda
IsiXhosa Ngumdiliya : Ibanga 8 : Incwadi Yokufunda


IsiXhosa Ngumdiliya : Ibanga 8 : Incwadi Yokufunda

1 Offer from:   R 65.00

Brand: Unbranded
Model: PLID35726861

Product Information

IsiXhosa Ngumdiliya: Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: Ukuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga. Ibhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula IsiXhosa ngumdiliya: Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: Ukuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga. Ibhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula. Izifundo nemisetyenzana ekule ncwadi zonke zikhatshwa yimifanekiso nezicwangciso ezilungiselele ukuze uziqonde nangaphezulu. Kukho isichazi-magama esilungiswe sabekwa ekupheleni kwezifundo zesiqendu ngasinye nesilungiselelwe ukuze sinike inkcazelo yawo onke amagama anokuba nobunzima kwisiqendu eso. Ibonakalisa unxibelelwano olucace ngokuthe gca phakathi kwencwadi yokufunda kunye nencwadi yabafundi.



EAN: 9781920605896
Load Time: 1 seconds