>  Books  >   Children & Young Adult  >   Childrens Books  >  Shuters top class economic and management sciences : Grade 8 : Teacher's Guide
Shuters top class economic and management sciences : Grade 8 : Teacher's Guide


Shuters top class economic and management sciences : Grade 8 : Teacher's Guide

1 Offer from:   R 99.00

Brand: Unbranded
Model: PLID36665999

Product Information

Shuters Top Class economic and management sciences (EMS) Grade 7-9 for the senior phase has been carefully planned and written by a group of EMS specialists with vast experience and expertise in this Subject. Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: Ukuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga. Ibhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula. Izifundo nemisetyenzana ekule ncwadi zonke zikhatshwa yimifanekiso nezicwangciso ezilungiselele ukuze uziqonde nangaphezulu. Kukho isichazi-magama esilungiswe sabekwa ekupheleni kwezifundo zesiqendu ngasinye nesilungiselelwe ukuze sinike inkcazelo yawo onke amagama anokuba nobunzima kwisiqendu eso. Ibonakalisa unxibelelwano olucace ngokuthe gca phakathi kwencwadi yokufunda kunye nencwadi yabafundi. Le ncwadi yokufunda iqulunqwe ukuze iquke oku kulandelayo: Amabali amafutshane; Imibongo; Iintsomi; Idrama. Yenziwe yanemisetyenzana ekupheleni kwencwadi nelungiselelwe ukuze abafundi bakwazi ukuzikhangela ukuba ingaba baya kuqonda na oko bebefunda ngako kule ncwadi yokufunda.



EAN: 9781920604837
Load Time: 0 seconds