>  Books  >   Children & Young Adult  >   Childrens Books  >  Coding Projects in Scratch
Coding Projects in Scratch


Coding Projects in Scratch

1 Offer from:   R 252.00

Brand: Unbranded
Model: PLID41010740

Product Information

UNdoda wayeyindoda eyayikwazi ukudala izilwanyana nabantu. Ngenye imini inkosikazi yakhe yazala isilwanyana abangazange basazi ukuba siluhlobo luni kodwa becingela ukuba yimpofu. UNdoda wayithatha le mpofu waya kuyifihla kumazantsi entaba endaweni efihlakeleyo apho iya kuthi ikhuseleka khona. UNdoda wayeyindoda eyayikwazi ukudala izilwanyana nabantu. Ngenye imini inkosikazi yakhe yazala isilwanyana abangazange basazi ukuba siluhlobo luni kodwa becingela ukuba yimpofu. UNdoda wayithatha le mpofu waya kuyifihla kumazantsi entaba endaweni efihlakeleyo apho iya kuthi ikhuseleka khona. Wamana ukuya kuyikroba afike ayiqabe ubusi namagqabi ekanna eyomileyo. Zaqengqeleka iinyanga emana uyikroba afike ikhula kakuhle impofu yakhe. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.



EAN: 9781465451422
Load Time: 1 seconds