>  Books  >   Children & Young Adult  >   Childrens Books  >  Coach and Four: Allisandra's Tale
Coach and Four: Allisandra's Tale (eBook)


Coach and Four: Allisandra's Tale (eBook)

1 Offer from:   R 21.00

Brand: Unbranded
Model: PLID40096125

Product Information

Le ncwadi inika isakhono kubafundi nakubantu abasanqwenela ukusebenza kwicandelo lokusasaza. Kukwakule ncwadi apho uthi uchazelwe izinto ezithi zisetyenziswe xa kusenziwa usasazo. Okokuqala kolu sasazo lunye uyayazi ukuba lumanyelwa ngabantu abangalinganiyo ngeminyaka. Le ncwadi inika isakhono kubafundi nakubantu abasanqwenela ukusebenza kwicandelo lokusasaza. Kukwakule ncwadi apho uthi uchazelwe izinto ezithi zisetyenziswe xa kusenziwa usasazo. Okokuqala kolu sasazo lunye uyayazi ukuba lumanyelwa ngabantu abangalinganiyo ngeminyaka, ithethe ke ngoku loo nto ukuba kufuneka uzame ukubanelisa bonke ngokwemidla yabo, iinkqubo zakho mazibe zinkqubo ezithi zikwazi ukwanelisa wonke umntu. Kumabonakude okwalolunye uhlobo lokusasaza abadlali kuyanyanzeleka ukuba basebenze nzima ukuze badlale ngokuzithemba besenza loo nto ifanelekileyo phambi kwamehlo ababukeli. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.



EAN: 9780979215438
Load Time: 1 seconds