>  Books  >   Children & Young Adult  >   Childrens Books  >  Disney Minnie Annual 2015
Disney Minnie Annual 2015


Disney Minnie Annual 2015

1 Offer from:   R 185.00

Brand: Unbranded
Model: PLID35688484

Product Information

Abazali bakaJeni bathenga indlu enkulu nentle. Inamagumbi amaninzi noJeni unelakhe, gqwidi ngokuba neziporho. Ingxaki nguJeni yedwa okwaziyo oku nabazali bakhe abamkholelwa tu de kwangenelela amapolisa. Kwavela kanti ukuba kwangcwatywa umntwana kudala kwiwotshi elapho enkulu. Abazali bakaJeni bathenga indlu enkulu nentle. Inamagumbi amaninzi noJeni unelakhe, gqwidi ngokuba neziporho. Ingxaki nguJeni yedwa okwaziyo oku nabazali bakhe abamkholelwa tu de kwangenelela amapolisa. Kwavela kanti ukuba kwangcwatywa umntwana kudala kwiwotshi elapho enkulu. Kwaphandwa kwasonjululwa netyala ekukudala lilengalenga lingenamkhondo tu. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.



EAN: 9781405273398
Load Time: 2 seconds