>  Books  >   Children & Young Adult  >   Childrens Books  >  Blends and Digraphs Songs
Blends and Digraphs Songs


Blends and Digraphs Songs

1 Offer from:   R 419.00

Brand: Unbranded
Model: PLID35940090

Product Information

Libali elingokubaluleka kwamanzi ebomini bethu. Kuchazwa nangeendlela ngeendlela amanzi aguquguquka ngayo abe yenye imo, umzekelo, abe ngumkhenkce nomphunga. Kuchatshazelwa nemvelaphi yemvula nemisebenzi yamanzi jikelele. Libali elingokubaluleka kwamanzi ebomini bethu. Kuchazwa nangeendlela ngeendlela amanzi aguquguquka ngayo abe yenye imo, umzekelo, abe ngumkhenkce nomphunga. Kuchatshazelwa nemvelaphi yemvula nemisebenzi yamanzi jikelele. Imvelaphi yamanzi, iilwandle nokukhuseleka kwawo ukuba aselwe yeminye imiba echatshazelwayo kweli bali. Ungcoliseko lwamanzi ngomnye umbandela ophambili ochatshazelwayo kakhulu kwibali eli. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.



EAN: 9781862091955
Load Time: 1 seconds